lsandla sobuhlobo
uAndy Cole xa ebechazelwa abanamabhongo okuba ziimbalasane kwibhola ekhatywayo eZimbabwe.
ihlasele - abantwana bebuya eHande Melfort Childrens
Home , iMashambazhou Childrens Home eWaterfall ,  iFarm Orphans Support Unit neEmerald Hill beziyinxalenye yayo yonke olu yilo lolu hambo.
lEmerald HiII Hospice inamakhwenkwe angama-35 namanlombazana angama-55 nenkoliso yawo izinkendama ngenxa yeAIDS . Abanye abantwana kweli khaya baye balahlwa ngabazali babo abanye baye bangamaxhoba okuxhatshazwa.
Le ndawo ehlalisa iindwayi nabagugela ukufa ifumana i-$150 ngomntwana ngamnye nyanga nganye kwiziko lentlalo-ntle yoluntu - nemeko
ekuyo ayiniki themba ngenxa yokuhlupheka kwelizwe laseZimbabwe .
Uphuma kweliphi ilizwe?
Ngaba utshatile?
Ngaba uyazazi ukuthi udumile?
Ngaba ungumhlobo kunye noDwight Yorke ?
Le yeminye yemibuzo ebuzwe ngabanlwana abachwayitileyo.
UPeter oyinkedama ene-14
BONA XHOSA - March 2000 51

Xa umfak manqaku weManchester United eNgilani etyelele eHarare ebenokusuka ahlale nje kwindawo eziphathwa kuyo iindwalutho nemeko yakhe yomngangatho emvumela abe kuyo. Endaweni yoko ukhethe ixesha namandla akhe ukulisebenzisa ekunikeni ithemba iinkedama nabantwana abalahliweyo baseZimbabwe



Umfaki manqaku
OTHAN DWA NGABAS ELULA
kubalisa UJabulani LANGA KHUMALO


Bonke abakunye nobalaseleyo -oyimbalasane kwibhola ekhatywayo uAndy Cole nonobuhle baseZimbabwe uAnnette Kambarami, uRachet  Stuart  noLeonie  Chalmers  .






Umfaneleko wakhe nguAndy  Cole ncakasana nongumfaki-manqaku othakazelwayo welona qela ligqwesayo kwibhola ekhatywayo  iManchester  United .
Ieminyaka waseGhana unikwe ifuthe akuva ukuba uCole uqalise ukudlala ibhola ekhatywayo ekuloo minyaka.
Ndiza kudlala ibhola ekhatywayo zisuka nje ndiyeka esikolweni utshilo ochwayitileyo oselula nonxiba ijezi engunamba 7 .
Utata kaMushambo ugwintwe ngexesha kusiliwa eRwanda waza wachitha iinyanga ekhangela unina abagqibela ngokuhlala eZimbabwe njengeembacu. Unina uye wasweleka ngenxa yomhlaza eMashambazhou waza lo one-13 leminyaka wasala yedwa.
Ndiza kuba ngugqirha ukuze ndifumane okunokunyanga i-AIDS ? uxelele uAndy Cole obephulaphule ngomonde, nowakhathazeka akuva ibali lale nkwenkwana.
NoAndy uye wakhaba ibhola naba bantwana - ngokwendlela ebekubukeka ngayo bekunzima ukuba bangade bayeke
Ngalo lonke eli thuba baye uAndy bamphatha okweqhawe alilo. lBritish High Commission imlungiselele isidlo esikhulu, ebehlala kwenye yezona hotele ziphambili eZimbabwe xa ebesiya kwisidlo sezemidlalo esibalaseleyo ebephelekwa ngamanenekazi amahle - uAnnette Kambarami ( onguMiss Zimbabwe 95 ), uRachel Stuart ( onguMiss Universe Zimbabwe 98 ) noLeonie Chalmers ( onguM-Nets Face of Africa 98).
Bekungaphelele nje kwezemidlalo oku. lsidlo sezemidlalo sinyuse ingxowa-mali yafikelela kwi$194 000.00 kwaza kwathengiswa ngeauction ijezi nebhola yeManchester United ,  kwanebhutsi ezindala zebhola ekhatywayo zika-Andy neziye zongeza enye i-$46 000.00 . lsidlo ebesikwiBritish High Commission size ne-$56 000.00  .
Kodwa ukuphela kotyelelo lukaAndy Cole eZimbabwe akuthethanga isiphelo sokuzibandakanya kwakhe nabantu abangathathi-ntweni eZimbabwe. Ukusekwa kweAndy Cole Trust kubonisa isiqalo esinamandla sephulo lokunyusa ingxowamali yemibutho ngemibutho yesisa neyentlalo-ntle eZimbabwe.
Ubuyele eUK kunye noPrince ominyaka-iIi-15, noyinkedama eMelfort Home eRuwa oye wahlala noCole nosapho lwakhe iinyanga ezimbini efunda iphotography .
Yena uAndy uthembisile ukubuyela eZimbabwe kulo nyaka ukuqinisa imizamo yokunyusa ingxowamali -kukwavakala nokuba xa ebuya kwakhona uza kube ephelekwa yinkosikazi yakhe nonyana. 
Umfak' manqaku othandwa
ngabaselula


U
 kuba uMandla Nxumalo ebengasebenzi, ebezakuchitha lonke ixesha namandla akhe ecenga ulutsha ukuba luzikhwebule kwiindibano zesondo lubuyisele isidima sokuhlala Iunyulu.
Kodwa eli tyendye linama-26 eminyaka nelisebenza kwicandelo lezobugcisa kwaVodacom Customer Centre eSandton lisebenzisa ixesha Iasemalanga 	neempelaveki kuphela ukuze lenze umsebenzi elikholelwa ukuba ubaluleke kakhulu.
lndibano yesondo ifana nomdlalo ulutsha oluwudlalayo xa lufuna ukuzonwabisa. Aluwananzi amazwi abalumkisa ngezifo ezisulelwa ngendibano yesondo kwaye lunika izizathu ezahlukeneyo zokungazisebenzisi iikhondom .
lnkxalabo kaMandla yaqala kwiminyaka eli-13 eyadlulayo, esengumfundi waseWisani Primary School ePimville ,  eSoweto, xa wayekhethelwe ukuchitha iveki eMini Camp , kulwandle lwaseMgababa. Xa babelapho, ulutsha lwaluxukusha imiba ngemiba ngezinto zentlalo, zengqondo, zokukhula komzimba nengqondo - ngokunjalo, nezesondo. Abantwana abaninzi babeneentloni kwezo ngxoxo behleka kuphela into ababeyenza. Kodwa uMandla yena wayengahleki. UMandla wayemamela ngomdla, esothuswa zizinto ekwakuthethwa ngazo nezimvo zoogxa bakhe.
Loo nto wayiphulaphulayo usayigcinile kude kubengoku - njengoko enomdla kwizinto zesondo. Oogxa bakhe basamthabatha njengomntu onesimbo esingaqhelekanga. Kodwa wonwabile.
UMandla ngoku uququzelela iindibano zabafundi abasuka kumakhaya eenkedama kwaye ungumnxulumanisi jikelele weSouth Africa Stop Child Abuse  . Ukwangumseki weChild and Youth Ministry eSoweto.
NgoJulayi ka-1994 uMandla waseka iphulo ekuthiwa yiYouth Against Sex Before marriage ngenjongo zokuphelisa ulutsha olubangoonongogo, ukumitha kolutsha nokufa kolutsha okubangelwa yiAlDS . Ukholelwa ukuba ukucenga ulutsha luzikhwebule kwindibano zesondo Iungekatshati kuphela kwesisombululo esinokusindisa ubomi balo.
lnto endiyenzayo lolona celo-mngeni kum, kodwa ndiyayithanda loo nto. Ukuba bendingasebenzi bendingazinikela ekushumayeleni iindaba zokuba ulutsha luzikhwebule kwiindibano zesondo, utsho uMandla.
UMandla ubona ngathi iinzame zemibutho karhulumente nemibutho yabucala yohlulakele kwaye ukwakholelwa ukuba endaweni yokuthintela isifo i-AIDS , ukuphisa ngeekhondom kukhuthaza abantwana ukuba babe ngoonongogo.
Ulutsha luyakhuthazwa ukuba uzibandakanye kwiindibano zesondo Iuselula. Oko kukhokelela ekuziphatheni
1. Echukumisa abantu - uPutco Mafani oligosa lonxibelelwano lweChiefs ukholelwa ukuba abadlali bebhola ekhatywayo
bangadlata indima enkulu kwiphulo lokulwa ne-AIDS .
BONGANI
HLATSHWAYO




2. Masimanyanane
silwe ne-AIDS ,
utsho uDoctor
16V Khumalo.






3.	intandane yabantu uDavid Going Up Nyathi. lphulo leChiefs ngokuqinisekileyo liza kulwazisa uluntu ngeAlDs .
MUSA HLABANE


kakubi kwaye ulutsha luthandana nalo namhlanje ngomso ngomnye.
Kusafuneka ndibone okanye ndive umyalezo karhulumente okhuthaza ulutsha ukuba luqale lutshate phambi kokuba lube neendibano zesondo. Oko kuphela kwesisombululo, utshilo uMandla ebonakala ukuba ukhathazekile.
Akumangalisi, izimvo zikaMandla ngezesondo zibangele impikiswano. Umfo onomkhitha, omhle noselula uthabathe inxaxheba enkulu kwiingxoxo zesondo kwizikhululo zosasazo ezininzi zaseMzantsi Afrika kwaye ukuvela kwakhe kwamvanje kumabonakude kumvulele amathuba okusasaza umyalezo wakhe wokungabinandibano zesondo kwiindawo ngeendawo.
Abantu abanyulu bebekade behlonitshwa kwantu. Ulutsha kufuneka lwazi ukuba indibano yesondo bubumnandi bomtshato kwaye onke amantombazana kufuneka azi ukuba umntu ekufanele alale naye ngumyeni wakhe kuphela. Uthando lokwenyani lunokulinda! utsho uMandla.
UMandla uyayigxeka indlela ezinye iindwalutho zezoshishino nezemidlalo eziwenza ngayo amaphulo okulwa ne-AIDS .
Uninzi lwezi ndwalutho luhlala ezilokishini nathi - ziphila nathi -ngoko ke siyazi kakuhle impilo eziyiphilayo, ezinye izinto abazenzayo xa bezihlalele zishiya amehlo.
Ukufaka umntu kumabonakude ukuba ashumayele into angayenziyo kukudlala ngexesha nemali , utsho uMandla.
Ukuphumelela kwicandelo labantu abanobuntu kwiVivid Peoples Choice Awards lubangele abantu bamhlonipha uMandla kwaye nangona ekwazi ukumelana neenzingo, uthi zenze iphulo lakhe lalula.
Ezi mbasa zikhutshwe ngenxa yendwalutho yezolonwabo uLunga Williams . Zaqala ukwenziwa kunyaka ophelileyo ukuhlonipha amaqhawe namaqhawekazi elizwe, asebenzise iziphiwo zawo, ulwazi nexesha lawo
ngalunye - bangama-21 kuphela abawongwe ngeVivid Peoples Choice Awards . Abanye abahlanu abaphumelela iimbasa zokuba nobuntu nguFelicia Mabuza  -Suttle ,  uWinnie Madikizela-Mandela, uArchbishop Desmond Tutu noGqr. Lydia Masimola.
Le mbasa indichukumisile, utsho uMandla - kwaye lo msebenzi woluntu uthi intliziyo yakhe yema ngxi xa kwakubizwa igama lakhe njengophumeleleyo.
Asingomdlalo....
Xa abadlali bamaqela aziwayo avela kwinibombo zone zaseAfrika bengena ebaleni befake iribbons kwijezi zabo, kungenwe kwelinye inqanaba lokulwu neHlV / AIDS . Amawaka-waka kumabala aseMzantsi Afrika, kunye nezigidi zababukeli bakamabonakude kwiAfrika iphela nakwilizwe liphela, bebesoloko bekhunjuzwa ngomyalezo weAIDS afengoko amaqhawe ebebambene ngeempando kwi-1999 Vodacom Soccer Challenge .
Amakhosi, amakhwenkwe aseMzantsi Afrika, bawenze wanomdla nangakumbi. Abalandeli abebebukele bavuyile xa bengena eniabaleni bebonisa ngeeribbini ezilumkisa ngeAIDS kwiijezi zabo kwaye namhla; amagosa eKaizer Chiefs nabadlali banikela ngethuba labo nemali ekulweni neAIDS njengenxalenye yenkqubo yezempilo ntle. Bakwaceba ukufaka umatshini okhupha iikondom kwindawo yeChiefs baphise ngeekhondom xa kudlalwa.
Igosa lonxibelelwano leChiefs uPutco Mafani uthi iphulo labo leAIDS laqula xa babetyelele ikhaya lamaxhoba eAIDS KwaZulu-Natal .
Kubajulekile ukuba ubadlali bebhola ekhatywayo buzibundakanye kwiphulo lokulwa neAIDS , ugxininisa atsho uMafani, kuba bathathwa njengenkokheli ngamawakawaka ubantu. Ukuba abantu bayazi ukuba neendwalutho zibona kubalulekile ukukhuseleko xa unendibano zesondo, ngokuqinisekileyo buza kuwaphulaphula umyatezo abuwuxelelwuyo.
Injongo kukubu butshintshe indlelu abayithabatha ngayo i-AIDS nendlela ababaphatha nguyo abantu abane-HIV . Kwaye ukuba uMafani uthi isiqingatha sabulandeli bebhola ekhatywayo nabalandeli beChiefs unyanisile, mukhulu amathubo okuba eli phulo liza kwenza umahluko.
Umbhali womhluthi kwiSowetan  uLucky Muzibuko, naye unesifo seAIDS . UPutco uyalincoma iphulo leChiefs . Uacisile ukubu mnye kwisixhenxe eMzuntsi Afrika umntu oneAIDS , izibalo zibonakalisa ukuba bangama-22 abadlali namagosa amathathu ebaleni nakowuphi umdlalo, ngokuqinisekileyo bathathu abantu abanentsholongwane yeHIV . Kubabukeli abangama-40 000 emdlalweni omkhulu, inani labuntu abanentsholongwane yeHlV inokuba likhulu kakhulu.
Njengokuba kunje, ziyothusa iindaba zibonakulisa ukubaidabi lokwa neHIV / AIDS kufuneka libengathi liyaqiniswa:
Abantu abanentsholongwane yeHIV baya besanda, bazizigidi ezili-5,6 abantu ubosulelwuyo ngexesha lika-1999.
Eli nani lenza ukuba babezizigidi ezingama-33,6 ubantu abanentsholongwane iHIV / AIDS jikelele.
EMzantsi Afrika bali-100 abantu abosulelwayo beselula yonke imihla. Bangaphezulu kwezigidi ezine abantu abanale ntsholongwane. Uphando olwenziwe eSoweto kutshanje lubonukuiisa ukubu basisigidi abahlali balapho abangayikhathalelanga i-AIDS .
ukwenza umahluko ebomini bethu. Eyona nto izibangela zibe
nomahluko ezi mbasa kukuba endaweni yokusebenzisa iqela labagwebi, uluntu ngokwalo luyazigwebela. Uluntu lwaseMzantsi Afrika ngokwalo belutyunjiwe ukuba lukhethe umntu olumthandayo kumacandelo omahlanu -ezolonwabo, ezoshishino, ezoluntu, ezemidlalo nempumelelo zasebomini.
Ebantwini abalikhulu abafikelele kumanqam - bangama-20 kuluhlu
56 BONA XHOSA -  March 2000




